Izenzo 23:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuthe ke, yakuba nkulu impambano, wathi umthetheli-waka, esoyikela ukuba uPawulos angáqwengwa ngabo, wathi mawuhle umkhosi, umxwile phakathi kwabo, umzise enqabeni yawo.

Izenzo 23

Izenzo 23:2-20