Izenzo 22:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndaphendula ke mna ndathi, Ungubani na, Nkosi? Yathi kum, Mna ndinguYesu waseNazarete, omtshutshisayo wena.

Izenzo 22

Izenzo 22:7-15