Izenzo 22:28 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi ke yena, Ewe. Waphendula umthetheli-waka wathi, Mna ukungeniswa kwam kulo mzi waseRoma, ndakuzuza ngenani elikhulu. Wathi ke uPawulos. Ke mna ndizelwe ndínako.

Izenzo 22

Izenzo 22:24-30