Izenzo 21:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku ngengomso, thina besinoPawulos, semka seza eKesareya; sangena endlwini kaFilipu, umshumayeli weendaba ezilungileyo, obengowabaya basixhenxe, sahlala kuye.

Izenzo 21

Izenzo 21:1-17