Izenzo 21:32 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

owathi kwangelo lixa wathabatha amasoldati nabathetheli-khulu, wabaleka, wehla waya kubo. Bakumbona ke umthetheli-waka namasoldati, bayeka ukumbetha uPawulos.

Izenzo 21

Izenzo 21:24-35