Izenzo 21:26 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wandula uPawulos wawathabatha ke amadoda lawo, wathi ngengomso, ezenze nyulu kunye nawo, wangena etempileni, eqondisisa inzaliseko yeentsuku zokwenza nyulu, ude usondezwe umnikelo ngenxa yabo bonke ngabanye.

Izenzo 21

Izenzo 21:16-35