Izenzo 21:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waphendula ke uPawulos, wathi, Nenzani na ukulila niyityumze intliziyo yam? kuba mna ndingàlungele kubotshwa kodwa; ndilungele nokufa eYerusalem, ngenxa yegama leNkosi uYesu.

Izenzo 21

Izenzo 21:11-22