Izenzo 20:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku thina sandulela saya emkhombeni, sasinga eAso, apho besiza kumthabatha khona uPawulos; kuba ebemisele ngokunjalo, yena eza kuhamba ngeenyawo.

Izenzo 20

Izenzo 20:8-21