Izenzo 2:29 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Madoda, bazalwana, mandivunyelwe ndithethe kuni ngokuphandle ngomawokhulu uDavide, ukuba wafa wangcwatywa; nengcwaba lakhe likho phakathi kwethu unanamhla.

Izenzo 2

Izenzo 2:22-36