Izenzo 2:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuya kuthi ngayo imihla yokugqibela, utsho uThixo,Ndimthulule uMoya wam phezu kwayo yonke inyama,Baprofete oonyana benu neentombi zenu,Athi amadodana enu abone imibono,Namadoda enu amakhulu aphuphe amaphupha;

Izenzo 2

Izenzo 2:10-23