Izenzo 19:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku, wangena endlwini yesikhungu, wathetha ngokungafihlisiyo iinyanga zantathu, exoxa nabantu, ebeyisela kwizinto ezingabo ubukumkani bukaThixo.

Izenzo 19

Izenzo 19:6-18