Izenzo 19:34 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kodwa bakuqonda ukuba ungumYuda, benza inzwinini enye bonke bephela, benkqangaza umzuzu omaxa mabini, besithi, Mkhulu uArtemis wabase-Efese!

Izenzo 19

Izenzo 19:31-41