Izenzo 19:2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

wafumana bafundi bathile, wathi kubo, UMoya oyiNgcwele namamkela na, nakholwayo nje? Bathi ke bona kuye, Asizanga sive nokuva ukuba kukho uMoya oyiNgcwele.

Izenzo 19

Izenzo 19:1-7