Izenzo 19:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi ke oko kwazeka kuwo onke amaYuda, kwanakumaGrike amiyo e-Efese; angenwa kukoyika onke, lenziwa likhulu igama leNkosi uYesu.

Izenzo 19

Izenzo 19:11-23