Izenzo 18:25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Lowo ke wayeyifundisiwe ngomlomo indlela yeNkosi; waza evutha ngumoya wathetha, wafundisa ngokucokisekileyo izinto ezingayo iNkosi, esazi kakuhle ubhaptizo lukaYohane lodwa.

Izenzo 18

Izenzo 18:18-27