Izenzo 17:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Inxenye kuwo yoyiseka, yazibandakanya noPawulos noSilas, kwanenkitha enkulu yamaGrike amhlonelayo uThixo; nakubafazi abaziintloko àbaba mbalwa.

Izenzo 17

Izenzo 17:1-11