Izenzo 16:37 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Uthe ke uPawulos kuwo, Basityabule ekuhleni singagwetywanga, síbantu bangamaRoma; basiphosa entolongweni; ngoku basikhupha ngasese na? Nakanye; mabeze bona ngokwabo, basikhuphe.

Izenzo 16

Izenzo 16:27-40