Izenzo 16:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Sathi ngomhla wesabatha, saphuma saya ngaphandle komzi ngasemlanjeni, apho umthandazo ubusakwenziwa khona; sahlala phantsi, samana sithetha kubafazi ababebuthelene khona.

Izenzo 16

Izenzo 16:6-22