Izenzo 15:36 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku, emva kwemihla ethile, wathi uPawulos kuBharnabhas, Makhe sibuye siye kuvelela abazalwana bethu, kuyo yonke imizi ngemizi esalazisayo kuyo ilizwi leNkosi, sibone ukuba banjani na.

Izenzo 15

Izenzo 15:33-38