Izenzo 15:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yathi cwaka ke yonke inkitha yabantu, yaphulaphula ooBharnabhas noPawulos, becacisa oko yayingako imiqondiso nezimanga, awazenzáyo uThixo phakathi kwazo iintlanga ngabo.

Izenzo 15

Izenzo 15:5-14