Izenzo 14:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuthe ke umbingeleli kaZeyus, obephambi komzi wabo, wazisa iinkunzi zeenkomo nezidanga zeentyantyambo emasangweni, wafuna ukubingelela, kunye neendimbane.

Izenzo 14

Izenzo 14:11-22