Izenzo 14:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku iindimbane, zakukubona oko akwenzileyo uPawulos, zaphakamisa izwi lazo ngokwesiLikawoni, zisithi, Oothixo bahlile beza kuthi, befana nabantu.

Izenzo 14

Izenzo 14:7-15