Izenzo 14:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi ke eIkoniyo, bangena kunye endlwini yesikhungu yamaYuda, bathetha ngokokude kukholwe inkitha enkulu yamaYuda kwanamaGrike.

Izenzo 14

Izenzo 14:1-3