Izenzo 13:33 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

zokokuba uThixo ulizalisile lona kuthi, bantwana babo, ngokumvusa uYesu; njengokuba nakwiNdumiso yesibini kubhaliwe kwathiwa, Wena unguNyana wam, ndikuzele mna namhla.

Izenzo 13

Izenzo 13:24-43