Izenzo 13:25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Xa ke uYohane ebesekulufezeni uhambo lwakhe, ubesithi, Nithi nina ndingubani na? Andinguye. Yabonani, kuza emva kwam endingafanelekileyo ukuba ndizithukulule iimbadada ezinyaweni zakhe.

Izenzo 13

Izenzo 13:21-35