Izenzo 13:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku, emva kokuleswa komthetho nabaprofeti, abaphathi bendlu yesikhungu bathumela kubo besithi, Madoda, bazalwana, ukuba ninelizwi lokuvuselela abantu, thethani.

Izenzo 13

Izenzo 13:10-23