Izenzo 13:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Uyabona, nangoku isandla seNkosi siphezu kwakho; ùya kuba yimfama, kube mzuzu ungaliboni ilanga.Kwalapho ke wawelwa lurhatyazo nobumnyama; wayephamzela, efuna abangamrhola ngesandla.

Izenzo 13

Izenzo 13:9-19