Izenzo 12:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku, ngelo xesha uHerode ukumkani wabesa izandla abathile balo ibandla, ukuba abaphathe kakubi; wambulala ke uYakobi, umzalwana kaYohane, ngekrele.

Izenzo 12

Izenzo 12:1-2-10