Izenzo 12:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Uthe ke uHerode, akuba emfuna engamfumani, wabancina abalindi, wathi makumkiwe nabo, baye kubulawa. Waza uPetros wehla kwelakwaYuda, waya eKesareya, walibala khona.

Izenzo 12

Izenzo 12:12-21