Izenzo 12:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Uwangawangisile ke ngesandla kubo, ukuba bathi cwaka, wabacacisela ukumkhupha kwayo iNkosi entolongweni. Wathi ke, Babikeleni ooYakobi nabazalwana ezi zinto. Waphuma waya kwenye indawo.

Izenzo 12

Izenzo 12:7-25