Izenzo 11:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku, ekuqaleni kwam ukuthetha, uMoya oyiNgcwele wabawèla, njengoko wasiwelayo nathi ekuqaleni.

Izenzo 11

Izenzo 11:9-22