Izenzo 10:25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi ke, xa angenayo uPetros, uKorneli wamhlangabeza, wawa ezinyaweni zakhe, waqubuda kuye.

Izenzo 10

Izenzo 10:24-35