Izenzo 1:26 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bawisa amaqashiso abo; lathi iqashiso laphuma noMatiya; wabalelwa ndawonye nabapostile* abalishumi elinamnye.

Izenzo 1

Izenzo 1:25-26