Izenzo 1:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba kubhaliwe encwadini yeeNdumiso kwathiwa,Umzi wakhe mawube yintlango,Kungabikho umiyo kuwo;(INdum. 69:25)Buthi nobuveleli bakhe buthatyathwe ngomnye.(INdum. 109:8)

Izenzo 1

Izenzo 1:18-22