Isityhilelo 6:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndabona, nalo ihashe eliluthuthu; lowo ke wayehleli phezu kwalo enguKufá igama lakhe, nelabafileyo lilandelelana naye. Banikwa igunya lokubulala kwisahlulo sesiné somhlaba ngekrele, nangendlala, nangokufa, nangawo amarhamncwa omhlaba.

Isityhilelo 6

Isityhilelo 6:1-17