Isityhilelo 6:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Banikwa bonke ngabanye iingubo ezinde ezimhlophe; kwathiwa kubo, basaya kuphumla ixesha elincinane, bade bazaliseke nabangabakhonzi nabo, nabazalwana babo, abaza kubulawa kwanjengabo.

Isityhilelo 6

Isityhilelo 6:4-17