Isityhilelo 5:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Avuma ingoma entsha, esithi:Ùfanele ukuyithabatha incwadi, nokuwavula amatywina ayo;Ngokuba wena waxhelwa, wasithenga ukuba sibe ngabakaThixo ngalo igazi lakho,Síphuma kuzo zonke izizwe, neelwimi, nabantu, neentlanga;

Isityhilelo 5

Isityhilelo 5:8-10