Isityhilelo 22:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Sithi kum, Lumka, ungenjenjalo; kuba ndingumkhonzi kunye nawe, nabazalwana bakho abaprofeti, nabo bawagcinayo amazwi ale ncwadi; qubuda kuThixo.

Isityhilelo 22

Isityhilelo 22:1-12