Isityhilelo 22:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba ndiyangqina kubantu bonke abawevayo amazwi esiprofeto sale ncwadi, ukuba, Xa athe umntu wongeza kwezo zinto, uThixo uya kongeza kuye izibetho ezibhaliweyo kule ncwadi;

Isityhilelo 22

Isityhilelo 22:9-21