Walulinganisa nodonga lwawo, ikhulu elinamanci mané anesiné leekubhite,* ngokomlinganiso womntu, oko kukuthi, wesithunywa sezulu.