Isityhilelo 19:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndawa ezinyaweni zaso, ukuba ndiqubude kuso. Sithi kum, Lumka, ungenjenjalo; ndingumkhonzi kunye nawe, nabazalwana bakho abanobungqina bukaYesu; qubuda kuThixo; kuba ubungqina bukaYesu bungumoya wesiprofeto.

Isityhilelo 19

Isityhilelo 19:1-14