Isityhilelo 18:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ookumkani bomhlaba, abo bahenyuza nayo, baxhamla iziyolo nayo, baya kuyililela,Bayimbambazelele, bakuwubona umsi wokutsha kwayo;

Isityhilelo 18

Isityhilelo 18:6-19