Isandi sababethi beehadi, neseemvumi, nesabagwali, nesabavuthelimaxilongo, asisayi kuba saviwa kuwe;Neengcibi zonke zobungcibi bonke azisayi kuba safunyanwa kuwe;Nesandi selitye lokusila asisayi kuba saviwa kuwe;