Bagalela uthuli entloko,Bamana bedanduluka, belila, besenza isijwili,Besithi, Yeha, yeha, mzi mkhulu,Apho baba nobutyebi khona bonke aba baneenqanawa elwandle, ngeento ezinqabileyo zawo!Ngokuba ngalixa linye úphanzisiwe.