Isityhilelo 17:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndayibona inkazana leyo inxila ligazi labangcwele, naligazi lamangqina kaYesu. Ndamangaliswa ngokumangaliswa okukhulu ndakuyibona.

Isityhilelo 17

Isityhilelo 17:2-9