Isityhilelo 17:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Aba baya kwenza imfazwe neMvana. IMvana iya kubeyisa, ngokuba inguNkosi kankosi, inguKumkani kakumkani; baya kweyisa nabo banayo, babiziweyo, banyuliweyo, bathembekileyo.

Isityhilelo 17

Isityhilelo 17:6-18