Ngubani na ongekhe akoyike wena, Nkosi,Angalizukisi igama lakho?Ngokuba inguwe wedwa ongcwele;Ngokuba zonke iintlanga ziya kuza ziqubude phambi kwakho,Ngokuba imisebenzi yakho yobulungisa ibonakalalisiwe.