Isityhilelo 12:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Umfazi wanikwa amaphiko amabini okhozi olukhulu, ukuze aphaphazele aye entlango, endaweni yakhe, apho anqakwa khona ixesha, namaxesha, nesiqingatha sexesha, kùde nobuso benyoka.

Isityhilelo 12

Isityhilelo 12:10-17