Isityhilelo 11:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wona la ánegunya lokulivala izulu, ukuze kungani mvula ngemihla yokuprofeta kwawo. Kananjalo anegunya phezu kwamanzi ukuwaguqula abe ligazi, nokuwubetha umhlaba ngezibetho zonke, ngamaxa onke asukuba ethanda ngawo.

Isityhilelo 11

Isityhilelo 11:2-14