Isityhilelo 11:18 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Iintlanga zaqumba,Yeza ingqumbo yakho,Leza nexesha labo bafileyo ukuba bagwetywe,Nelokubanika umvuzo wabo abakhonzi bakho abaprofeti, nabo bangcwele,Nabo baloyikayo igama lakho, abancinane nabakhulu,Nelokonakalisa abo bawonakalisayo umhlaba.

Isityhilelo 11

Isityhilelo 11:12-19